Stayela
Lyrics
Awu zisi style ebantwini, awu nge weekend sinxila sivuke siqhawuke palini
Ngu number 5, no 8, isihlanu sigcwale payintini
It's either endlin, okanye istrato sifake epakini
That one is smiling
Awu zisi style ebantwini, awu nge weekend sinxila sivuke siqhawuke palini
Ngu number 5, no 8, isihlanu sigcwale payintini
It's either endlin, okanye istrato sifake epakini
That one is my Queen
Sifike ngo Bolt, bafike ngo Uber
Mngubo ngxowenye, sonke siyabutya
Hleli nerazo uhleli ne Bhuda
Kemnake ndi flexy, ndiya sela ndiya phuza
Hleli no Rara ndiyambona uyancuma
Sisiphithiphithi siyaphuma nophuma
Bring me the bag, ndiyeki percent lewey ye black out ndiya bona iyandiphuma
Thatha gale ke Yihlo, buthe ufune usela ke Yihlo
Khamnika inkawza, umnike ne zesta, umnike ne stiff, galela ke Yihlo
Uyeke umane ubuza "Bazothini?" (Bazothin?)
Bazothini ukuba Bazothini?
Bazothini xa uzoyeki beer?
Bazothini xa une oxygen?
Heehe. If usi skeem sam skeem sam, skeem x3 skema sonke
If ufuna isikipa in the morning nasi skipa Rara
Skita sonke
Yeah! Ezintwana zinxila zimoshe
Ne bitches ne bitches zinxila ziyotywe
Imali ndiyi transfere yonke
Ikhadi lisendlini andizenzanga zonke
Awu zisi style ebantwini, awu nge weekend sinxila sivuke siqhawuke palini
Ngu number 5, no 8, isihlanu sigcwale payintini
It's either endlin, okanye istrato sifake epakini
That one is smiling
Awu zisi style ebantwini, awu nge weekend sinxila sivuke siqhawuke palini
Ngu number 5, no 8, isihlanu sigcwale payintini
It's either endlin, okanye istrato sifake epakini
That one is my Queen
Writer(s): Sandiso Mbulelo
Copyright(s): Lyrics © O/B/O DistroKid
Lyrics Licensed & Provided by LyricFind
The Meaning of Stayela
Be the first!
Post your thoughts on the meaning of "Stayela".