Inqanawe
Inqanawe

Masibuyele KuJehova - Inqanawe Lyrics

110
Inqanawe Music Video

Inqanawe Lyrics

NdingumHebheru wamaHebheru
Ndiyamoyika (Ndiyamoyika)
Ndiyamoyika (UYehova)
Bamthatha (Bamthath'uYona)
Bamphonsa (Bamphons'olwandle)
Ngob'iyazika inqanawe

Mna ndingumHebheru wamaHebheru
Ndiyamoyika (Ndiyamoyika)
Ndiyamoyika (UYehova)
Bamthatha (Bamthath'uYona)
Bamphonsa (Bamphons'olwandle)
Ngob'iyazika inqanawe

Ngob'iyazika inqanawe
Ngob'iyazika inqanawe
Ngob'iyazika inqanawe
Ngob'iyazika inqanawe

Wathumyel'eNiniva (Ngob'iyazika inqanawe)
Wabhek'eThalashishi (Ngob'iyazika inqanawe)
Iyazika inqanawe (Ngob'iyazika inqanawe)
Iyazika (Ngob'iyazika inqanawe)
Iyazika (Ngob'iyazika inqanawe)
Iyazika (Ngob'iyazika inqanawe)
Iyazika (Ngob'iyazika inqanawe)

Vuka, vuka
Vuka sithandwa (Ngob'iyazika inqanawe)
Iyazika inqanawe (Ngob'iyazika inqanawe)
Iyazika (Ngob'iyazika inqanawe)
Iyazika (Ngob'iyazika inqanawe)
Iyazika (Ngob'iyazika inqanawe)
Iyazika (Ngob'iyazika inqanawe)

Mna ndingumHebheru wamaHebheru
Ndiyamoyika (Ndiyamoyika)
Ndiyamoyika (UYehova)
Mna (Ndithatheni)
Ningiphons'olwandle
Ngob'iyazika inqanawe

Mna ndingumHebheru wamaHebheru
Ndiyamoyika (Ndiyamoyika)
Ndiyamoyika (UYehova)
Mna (Ndithatheni)
Ningiphons'olwandle
Ngob'iyazika inqanawe

Ngob'iyazika inqanawe
Ngob'iyazika inqanawe
Ngob'iyazika inqanawe
Ngob'iyazika inqanawe

Halala (Ngob'iyazika inqanawe)
Iyazik'inqanawe yamakholwa (Ngob'iyazika inqanawe)
Ngob'iyazika (Ngob'iyazika inqanawe)
Iyazika (Ngob'iyazika inqanawe)
Iyazika (Ngob'iyazika inqanawe)

Safa, safa mzalwane (Ngob'iyazika inqanawe)
Iyazika, iyazika (Ngob'iyazika inqanawe)
Iyazika, iyazika (Ngob'iyazika inqanawe)
Iyazika (Ngob'iyazika inqanawe)

Safa, safa mzalwane masithandaze (Ngob'iyazika inqanawe)
Iyazika inqanawe yokukholwa (Ngob'iyazika inqanawe)
Iyazika (Ngob'iyazika inqanawe)
Iyazika (Ngob'iyazika inqanawe)

Iyazika inqanawe (Ngob'iyazika inqanawe)
Ngob'iyazika inqanawe
Iyazika, iyazika (Ngob'iyazika inqanawe)
Iyazika, iyazika (Ngob'iyazika inqanawe)

Writer(s): Anna Zulu, Annah Thabethe, Bellinah Nkosi
Copyright(s): Lyrics © Sony/ATV Music Publishing LLC
Lyrics Licensed & Provided by LyricFind

Attach an image to this thought

Drag image here or click to upload image

The Meaning of Inqanawe

Be the first!

Post your thoughts on the meaning of "Inqanawe".

Lyrics Discussions

1

707
Hot Songs

3

859

1

16
Recent Blog Posts