Ndingumooni
Lyrics
Ndingumoni phambi kwakho
Ndinetyala thixo wam
Ndalidela izwi lakho futhi entliziyweni yam
Ndala imithetho yakho ngoba ukugeza kwam
Ndala imithetho yakho ngoba ukugeza kwam
Kodwa ngoku ndizakuwe
Bona inyembezi zam
Ndiza ndimisiwe nguwe
Yiva ukulila kwam
Bawo ndinxanelwe kuwe
Yiba nguy'umncedi wam
Bawo ndinxanelwe kuwe
Yiba nguy'umncedi wam
Ndizixhela phambi kwakho
Zonk'inkohlakalo zam
Ndiwela enyaweni zakho
Ekuthandazeni kwam
Ndilifuna itarhu lakho
Tarhu tarhu nkosi yam
Ndilifuna itarhu lakho
Tarhu tarhu nkosi yam
Ndilifuna itarhu lakho
Tarhu tarhu nkosi yam
Ndilifuna itarhu lakho
Tarhu tarhu nkosi yam
Ndilifuna itarhu lakho
Tarhu tarhu nkosi yam
Ndilifuna itarhu lakho
Tarhu tarhu nkosi yam
Writer(s): LUSANDA PERSEVERANCE MCINGA
Copyright(s): Lyrics © Sony/ATV Music Publishing LLC
Lyrics Licensed & Provided by LyricFind
The Meaning of Ndingumooni
Be the first!
Post your thoughts on the meaning of "Ndingumooni".